Lyrics

[Lyrics] Sisanda Nilsson- Indlela yam Lyrics

Sisanda-Nilsson-Indlela-yam-Lyrics.jpg





Indlela yam lyrics by Sisanda Nilsson

Ndandilind’ amabal’ okugoduka
Ndithi ndizomila amaphiko
Neenyawo zam zaqala ukundisinda
Nemeko yam yaba nzima

Uzungandilahli we Yehova
Ungadinwa ngulomoni
Undincede ndilungis’ indlela zam
Ilanga lam liyatshona

[chorus]
Yindlela ya lena
Ndiluthathile uhambo lwam
Ndalufumana ngothando
Undigcinile uMdali
Undigcinile uYehova
[repeat]

Nkqo nkqo, ndankqonkqoza emnyango
Wavula umamazala wam
Wathi hlala phantsi sana lwam
Awulahlekanga apha
[repeat]

[chorus]

Ndiyabulela
Ndibulela ngabazali bam
Ndibulela ngabangani bam
[repeat]

[Bridge]
Ndiyabulela

[chorus]

[outro]
Ndiyabulela [till end]

You may also like…


Loading...


Click to comment

Leave a Reply

To Top