Lyrics

[Lyrics] Simphiwe Dana- Madiba lyrics

Simphiwe-Dana-Sarah-Lyrics-2.jpg




Simphiwe Dana Madiba lyrics

Lyrics – Madiba by Simphiwe Dana

Tree falls winter comes
They wait on the sideline

Timeworn promised land

The whole world’s inconsolable
Madiba ndima ndima
Warrior sleeps

Our fears

Keep the saint alive

To save us another day

Warrior sleeps

There are many more hills to climb

The nostalgia’s holding us still

There are dragons still to be slayed

There are rainbows and moon bows

To be found still
Madiba ndima ndima

Oh hoo
Hamba kahle

Mkhonto Wesizwe

Babo

Hambo lubenokuthula nenzolo

Wasithwala thina

Wasithwala thina

Ungasiyeki mawuwela ngaphesheya

Intliziyo

Intliziyo igcwele luthando

Gcwele luthando Thando Nombulelo

Hamba kahle Mkhonto

Hamba kahle Mkhonto

Mkhonto Wesizwe
Madiba ndima ndima

Hamba kahle Mkhonto Wesizwe

Wolirholihlahla phambili

Hamba kahle Madiba

Madiba ndima ndima
Ndima ndima

Ndiiiima

Dlalile
Hills rambling into the distance

Hiding my portion of peace away

Into the distance

Dare I linger my long walk isn’t ended

Im on my way

I’m on my way

I’m on my way
Hamba kahle Mkhonto Wesizwe

Konke kwenzekile umhle umsebenzi wakho
Madiba ndima ndima
Konke kwenzekile umhle wakho
Msebenzi wakho

Lyrics by Simphiwe Dana

Simphiwe Dana Madiba lyrics


Loading...


Click to comment

Leave a Reply

To Top