Lyrics

[Lyrics] Ringo Madlingozi – Nkqo nkqo Lyrics






Nkqo-nkqo lyrics by Ringo Madlingozi

Nob’ ungakanani na, noba wenzani
Ndiyakuhlonipha xa uhloniphayo
Bath’ asthandani, akhomnt’ ungcono
Bayasixabanisa njalo

Uvile na? Uyazi bathini na?
Bathi ulisela! Bath mna ndthand’ ukulwa!
Vhavhona unga vhari divha
Ndingazwo vhatshiri aringa funani
Ngauri ari thoniphani

[chorus]
Nkqo nkqo nkqo molweni kunjani yhoo
Noba bangathini na, kodw’ inzondo iyaphela
Nkqo nkqo nkqo, molweni kunjani yhoo
Noba bangathini na, uthando luzonqoba

Yemk’ itileni, uyashiyeka ndoda
uzwuthi mamak ubani na, uthi tata kubani na
Ndithe ‘homnt’ ungcoo kunawe
Ga o itshepe na?
Le wen’ o kaba moeta pele, ga o batla
O seke watshaba

[chorus]

O batlwile na? Oa tsiba ba reng?
Bare o rata holwa, bare oa otsoa
Vhavhona unga vhari divha
Ndingazwo vhatshiri aringa funani
Ngauri ari thoniphani

Masibambane ngezandla sibabonise
Ngoba sibanye, kyohlala kunjalo
Masibambane ngezandla sibabonise
Ngoba mna nawe syohlala sithandana
[repeat till end]

[Traslation]

It does not matter who you are or what you do
If you ae respectful, I respect you
They say we do not love each other
They want us to fight

Did you hear what they said?
They say you are a thief, and I like to fight
They think they know us
That is why they say we won’t be together
By disrespecting each other

[chorus]
Knock knock, Hello, how are you
No matter what they say, the hatred will end
Knock knock, Hello, how are you
No matter what they say, love will conquer

The train is leaving, it has left you behind
No one is left to take care of you
I said no one is better than you?
Dont you beleve in yourself?
You too can be a leader, if you want

[chorus]

Let us hold hands and show them
That we will always be unified
Let us hold hands and show them
Because we will always be in love

You may also like…


Loading...


Click to comment

Leave a Reply

To Top