Lyrics

[Lyrics] Nathi Mankayi – Imizamo Yam Lyrics

12111915_439387506254422_8622268308488450882_n-1.jpg




Nathi Mankayi Imizamo Yam Lyrics

Lyrics Imizamo Yam

Oh nkosi yam ubundithanda
Ekulahlekeni kwam
Oh nkosi yam waman’ ulanda
Futhi emkhondeni wam
Ilizwi lakho nkosi yam
Lindikhanyisele nam
Nomoya wakho nkosi yam
Usisonwabiso sam

[Chorus]
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon’ imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam

Noba mafu angasith’ ilanga
Ukhona awundishiyanga
Uhamba nami lonk’ ilanga
Njengosana likunina
Nob’ umthyol’ ezondilinga
Izilingo zingaphezi
Uhlale nam, ndiban’ ndizifihla
Ethunzini leempiko zakho

[Chorus]
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon’ imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam

[Chorus]
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon’ imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam


Loading...


Click to comment

Leave a Reply

To Top