Lyrics

[Lyrics] Lyrics: The Soil – Lawula Nkosi Lyrics

The-Soil-Lawula-Nkosi-Lyrics.jpeg




[chorus]
Lawula, lawula, lawula lawula x3
Lawula nkosi yenyaniso
Lawula, lawula, lawula lawula
Lawula nkosi yemikhosi

Lawula, lawula nkosi Yesu, koza ngawe ukonwaba
Ngeziphithiphithi zethu yonakele imihlaba
Lawula Sonini, lawula Sonini
Lawula Ngweletshetshe, lawula
Sonini lawula, Sonini lawula, Sonini lawula
Ngweletshetshe lawula

Lizalis’ idinga lakho Thixo nkosi yenyaniso
Zonk’ iintlanga zonk’ izizwe mazizuze usindiso

[Luphindo leading chorus]
Lawula nkosi, lawula nkosi x6

Ho iswe hlompho le poko(hlompho le poko x2)
Ho ntate le mora (ntate le mora)
Le ho moya, e be thoko
Joale le ka mehla

[Buhle leading chorus]
Lawula lawula, lawula nkosi yenyaniso

[Ntsika leading chorus]
Sonini lawula,
Lawula lawula lawula
Oh ngabantwana bakho x3
Lawula lawula lawula
Lawula abantwana bakho x3
Lawula

The Soil – Lawula Nkosi Lyrics

You may also like…


Loading...


Click to comment

Leave a Reply

To Top